Marko 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwathi ngonyezi, ngoxa kwakusemnyama, wavuka waphuma phandle waza wemka waya kwindawo engasese,+ wathandaza khona apho.+
35 Kwathi ngonyezi, ngoxa kwakusemnyama, wavuka waphuma phandle waza wemka waya kwindawo engasese,+ wathandaza khona apho.+