Luka 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ke ezo zinto nizitsho ebumnyameni ziya kuviwa ekukhanyeni, noko nikusebeza kumagumbi angasese kuya kushunyayelwa phezu kwezindlu.+
3 Ngoko ke ezo zinto nizitsho ebumnyameni ziya kuviwa ekukhanyeni, noko nikusebeza kumagumbi angasese kuya kushunyayelwa phezu kwezindlu.+