Yohane 6:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoko ke uYesu wathi kuso: “Inene, inene, ndithi kuni, uMoses akazange aninike isonka esivela ezulwini, kodwa uBawo uninika isonka sokwenyaniso esivela ezulwini.+
32 Ngoko ke uYesu wathi kuso: “Inene, inene, ndithi kuni, uMoses akazange aninike isonka esivela ezulwini, kodwa uBawo uninika isonka sokwenyaniso esivela ezulwini.+