Yohane 6:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Kanye njengoko uBawo ophilayo+ endithumile yaye nam ndiphila ngenxa kaBawo, nalowo undityayo, uya kuphila ngenxa yam.+
57 Kanye njengoko uBawo ophilayo+ endithumile yaye nam ndiphila ngenxa kaBawo, nalowo undityayo, uya kuphila ngenxa yam.+