Yohane 6:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 Kodwa kukho abathile kuni abangakholwayo.” Kuba ukususela ekuqaleni uYesu wayesazi ukuba ngoobani na abo babengakholwa nokuba ngubani na lowo wayeya kumngcatsha.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:64 IMboniselo,4/15/2008, iphe. 31
64 Kodwa kukho abathile kuni abangakholwayo.” Kuba ukususela ekuqaleni uYesu wayesazi ukuba ngoobani na abo babengakholwa nokuba ngubani na lowo wayeya kumngcatsha.+