Yohane 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, xa efika yena, umoya wenyaniso,+ uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso, kuba akayi kuthetha ngokwentshukumisa yakhe, kodwa uya kuthetha izinto azivileyo, yaye uya kuvakalisa kuni izinto ezizayo.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:13 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 49 IMboniselo,4/15/2008, iphe. 32 4/1/2000, iphe. 8-9 Umntu Obalaseleyo, isahl. 116
13 Noko ke, xa efika yena, umoya wenyaniso,+ uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso, kuba akayi kuthetha ngokwentshukumisa yakhe, kodwa uya kuthetha izinto azivileyo, yaye uya kuvakalisa kuni izinto ezizayo.+
16:13 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 49 IMboniselo,4/15/2008, iphe. 32 4/1/2000, iphe. 8-9 Umntu Obalaseleyo, isahl. 116