Yohane 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nani, ke ngoko, ngoku, eneneni, ninentlungu; kodwa ndiya kunibona kwakhona yaye iintliziyo zenu ziya kuba nemihlali,+ novuyo lwenu akukho bani uya kuluthabatha kuni. Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:22 Umntu Obalaseleyo, isahl. 116
22 Nani, ke ngoko, ngoku, eneneni, ninentlungu; kodwa ndiya kunibona kwakhona yaye iintliziyo zenu ziya kuba nemihlali,+ novuyo lwenu akukho bani uya kuluthabatha kuni.