IZenzo 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Noko ke, ukuze ungasasazeki ngokubanzi ngokubhekele phaya phakathi kwabantu, masibaxelele ngezisongelo ukuba bangathethi kwakhona ngeli gama kuye nawuphi na umntu konke konke.”+
17 Noko ke, ukuze ungasasazeki ngokubanzi ngokubhekele phaya phakathi kwabantu, masibaxelele ngezisongelo ukuba bangathethi kwakhona ngeli gama kuye nawuphi na umntu konke konke.”+