IZenzo 4:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngaphezu koko, inkitha yabo babekholiwe yayintliziyo-nye, imphefumlo-mnye,+ yaye kwakungekho namnye owayengathi yeyakhe nayiphi na kwizinto awayenazo; kodwa babenazo zonke izinto ngokufanayo.+
32 Ngaphezu koko, inkitha yabo babekholiwe yayintliziyo-nye, imphefumlo-mnye,+ yaye kwakungekho namnye owayengathi yeyakhe nayiphi na kwizinto awayenazo; kodwa babenazo zonke izinto ngokufanayo.+