IZenzo 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Enyanisweni, kwakungekho namnye owayeswele phakathi kwabo;+ kuba bonke ababenamasimi okanye izindlu babethengisa ngazo baze bazise amaxabiso ezinto ezithengisiweyo
34 Enyanisweni, kwakungekho namnye owayeswele phakathi kwabo;+ kuba bonke ababenamasimi okanye izindlu babethengisa ngazo baze bazise amaxabiso ezinto ezithengisiweyo