IZenzo 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa amaYuda, aba nekhwele,+ athabathela kuwo amadoda athile angendawo kulawo angoongqikana kwindawo yemarike yaye ayila ihlokondiba aza aqala ukwenza isixeko sibe sisaqunge.+ Kwaye ayihlasela indlu kaYason+ efuna ukubazisa kulo igquba. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:5 IMboniselo,6/1/2012, iphe. 19 Ukunikela Ubungqina, iphe. 135-136, 139
5 Kodwa amaYuda, aba nekhwele,+ athabathela kuwo amadoda athile angendawo kulawo angoongqikana kwindawo yemarike yaye ayila ihlokondiba aza aqala ukwenza isixeko sibe sisaqunge.+ Kwaye ayihlasela indlu kaYason+ efuna ukubazisa kulo igquba.