Roma 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:4 IMboniselo,6/15/2008, iphe. 30
4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+