Roma 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuthekeni ke ngoko? Ngaba sikwimeko elunge ngakumbi?+ Nakanye! Kuba ngasentla senze isimangalo sokuba amaYuda kwakunye namaGrike bonke baphantsi kwesono;+
9 Kuthekeni ke ngoko? Ngaba sikwimeko elunge ngakumbi?+ Nakanye! Kuba ngasentla senze isimangalo sokuba amaYuda kwakunye namaGrike bonke baphantsi kwesono;+