2 Korinte 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kanti kungengabukho bakhe bodwa, kodwa nangokuthuthuzeleka kwakhe kuni, njengoko wasiphathela kwakhona ingxelo+ engokundilangazelela kwenu, nokundizilela kwenu, nenzondelelo yenu ngam; kangangokuba ndaba nemihlali nangakumbi. 2 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:7 Ukunikela Ubungqina, iphe. 166
7 kanti kungengabukho bakhe bodwa, kodwa nangokuthuthuzeleka kwakhe kuni, njengoko wasiphathela kwakhona ingxelo+ engokundilangazelela kwenu, nokundizilela kwenu, nenzondelelo yenu ngam; kangangokuba ndaba nemihlali nangakumbi.