2 Korinte 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokuqinisekileyo, nangona ndanibhalelayo, ndakwenza oko, kungekhona ngenxa yalowo wenza ububi,+ kungekhona nangenxa yalowo wenziwa ububi, kodwa ukuze inyameko yenu ngathi ibonakaliswe phakathi kwenu emehlweni kaThixo.
12 Ngokuqinisekileyo, nangona ndanibhalelayo, ndakwenza oko, kungekhona ngenxa yalowo wenza ububi,+ kungekhona nangenxa yalowo wenziwa ububi, kodwa ukuze inyameko yenu ngathi ibonakaliswe phakathi kwenu emehlweni kaThixo.