Kolose 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba nangcwatywa kunye naye kubhaptizo lwakhe,+ yaye ngolwalamano kunye naye niye navuswa+ kunye naye ngokholo lwenu+ ngokusebenza+ kukaThixo, owamvusayo kwabafileyo.+
12 kuba nangcwatywa kunye naye kubhaptizo lwakhe,+ yaye ngolwalamano kunye naye niye navuswa+ kunye naye ngokholo lwenu+ ngokusebenza+ kukaThixo, owamvusayo kwabafileyo.+