1 Tesalonika 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokunjalo, ngenxa yokuba sinomsa ngani,+ kuye kwakholeka kuthi ukuba sininike, kungekuphela nje iindaba ezilungileyo zikaThixo, kodwa kwanemiphefumlo yethu,+ ngenxa yokuba naba ziintanda+ kuthi. 1 Tesalonika ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:8 IMboniselo,11/15/2000, iphe. 22
8 Ngokunjalo, ngenxa yokuba sinomsa ngani,+ kuye kwakholeka kuthi ukuba sininike, kungekuphela nje iindaba ezilungileyo zikaThixo, kodwa kwanemiphefumlo yethu,+ ngenxa yokuba naba ziintanda+ kuthi.