1 Petros 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngokuba lixesha lokuba umgwebo uqale ngendlu kaThixo.+ Ukuba ke uqala ngathi kuqala,+ siya kuba yintoni na isiphelo sabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo zikaThixo?+
17 Ngokuba lixesha lokuba umgwebo uqale ngendlu kaThixo.+ Ukuba ke uqala ngathi kuqala,+ siya kuba yintoni na isiphelo sabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo zikaThixo?+