Endnote
^ [1] (isiqendu 4) Kusenokwenzeka ukuba uMsitho wePentekoste wawubhiyozelwa ngexesha elinye nelo wanikwa ngalo uMthetho uMoses eSinayi. (Eksodus 19:1) Ngoko mhlawumbi uMoses wangenisa uhlanga lwakwaSirayeli kumnqophiso woMthetho ngomhla ofanayo nalowo uYesu wangenisa ngawo abathanjiswa kumnqophiso omtsha.