Footnote
a UMarx, wazalwa ngowe-1818 ngabazali abangamaYuda kwindawo eyayiyiPrussia ngoko, wafundiswa eJamani waza wasebenza apho njengentatheli; emva kowe-1849 wachithela inkoliso yobomi bakhe eLondon, apho wafela khona ngowe-1883.