Footnote
a UVukani! uye wapapasha ungcelele lwamanqaku amabini abonisa ngokucacileyo indlela oku okuyinyaniso ngayo ngenkqubo yonqulo neyezobupolitika. “Ikamva Lonqulo Ngenxa Yoko Kwenzeke Kulo Kwixa Elidlulileyo,” kwinkupho kaJanuwari 8, 1989 ukusa kwekaJanuwari 8, 1990; “Ulawulo Lomntu Lulinganisiwe Esikalini,” kwinkupho ka-Agasti 8, 1990 ukusa kwekaJanuwari 8, 1991.