Footnote
a Elinye ixhoba elingenatyala lenkqubo yezorhwebo ebawayo kwiHlabathi Elitsha yayingumhlambi weenyathi ezingama-60 ezigidi ezazifumaneka kuMntla Merika owasuka nje, enyanisweni, wabulawa, ngokufuthi ukuze nje kufumaneke izikhumba nolwimi lwazo.