Footnote
a Inkanyamba “kukubhudla komoya okweleenjiko owakheka kuMntla woLwandlekazi lweAtlantic apho imimoya ifikelela isantya esingaphezu kwama-75 mph (i-121 km/hr).” (The Concise Columbia Encyclopedia) Isitshingitshane “yinkanyamba ebakho kwintshona yePasifiki okanye kuLwandle lwaseTshayina.”—The American Heritage Dictionary of the English Language.