IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

b Abaninzi baye bangenelwa kuncedo loogqirha nabaluleki abaqeqeshelwe ukujongana nemeko yokukhotyokiswa butywala. Zimbi iingcali zikholelwa ekubeni ukusebenzisa ezinye iindlela zokulungisa le meko akunakuphumelela de umkhwa wokuba likhoboka upheliswe. Ngenxa yesi sizathu nezinye, bambi bancomela ukuba amakhoboka otywala aye esibhedlele okanye ekliniki ukuze kufunxwe ityhefu esemizimbeni yawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share