Footnote
a Ukuba isiphene onaso yinto eyenzeke kutshanje, kuyaqondakala ukuba usenokuba uthwaxwa kukuba buhlungu, umsindo nokuba lusizi. Enyanisweni, kuyinto eqheleke kakhulu—nesempilweni—ukuva intlungu xa ubandezelekile ngenxa yokuphulukana nokuthile okubalulekileyo. (Thelekisa ABagwebi 11:37; INtshumayeli 7:1-3.) Qiniseka ukuba ekuhambeni kwexesha nangenxa yenkxaso yothando yentsapho nezihlobo, ekugqibeleni iimvakalelo ezinamandla zentlungu ziya kudamba.