Footnote
b Uhlolisiso lubonisa ukuba phakathi kwabo baboyika ngokugqithiseleyo abantu baninzi abakhotyokiswa butywala yaye phakathi kwabo bangamakhoboka otywala baninzi ababoyika ngokugqithiseleyo abantu. Yiyiphi eza kuqala? Kuthiwa umntu omnye kwabathathu kwabangamakhoboka otywala unemvelaphi yokuhlaselwa luloyiko okanye enye indlela yokuboyika ngokugqithiseleyo abantu ngaphambi kokuba aqalise ukusela.