Footnote
b Abo bacinga ngokusebenzisa amayeza bafanele bajonge iingozi kwaneengenelo. Kwakhona bafanele baqinisekise enoba uloyiko abanalo lugqithisele kangangokuba bangasebenzisa amayeza. Iingcali ezininzi zivakalelwa kukuba amayeza asebenza kakuhle xa edityaniswe nonyango olunceda abo banoloyiko olugqithiseleyo kwanendlela yokuziphatha.