Footnote
b Umntu oneHD unokuphila malunga ne-15 ukuya kutsho kuma-20 eminyaka emva kokuba kuvele iimpawu zayo, nangona abanye bephila nangaphezu koko. Kwezinye iimeko badla ngokubulawa yinyumoniya, ekubeni umguli engakwazi ukukhohlela kakuhle ukuze akhuphe ingodlo esesifubeni.