Footnote
a Ngoxa olu ngcelele lwamanqaku lusekuqaleni lubhalelwe abo bagulayo okanye abangakwazi kuzenzela nto, ungcelele lwamanqaku oluxubusha ngokuhlangabezana kwentsapho nesigulo esinganyangekiyo (kuVukani! kaJuniĀ 8, 2000) lunenkcazelo eyayijoliswe ubukhulu becala kwabo banyamekela abagulayo.