Footnote
b Ngokufanayo, wambi amaKristu namhlanje ngabaqeshi; amanye ngabaqeshwa. Njengoko umqeshi ongumKristu engenakubaxhaphaza abo basebenza phantsi kwakhe, abafundi bakaYesu benkulungwane yokuqala bamele ukuba babeziphatha ngokwemigaqo yobuKristu izicaka zabo.—Mateyu 7:12.