Footnote a Nangona iinkuku zikwafuyelwa amaqanda azo, eUnited States, ezingama-90 ekhulwini zifuyelwa inyama yazo.