Footnote
a Ekubeni inyanga nomhlaba zijikeleza kwindawo embhoxo, indlela ezibonakala ngayo iyatshintshatshintsha. Xa inyanga ikude nomhlaba, isenokungalisithi ngokupheleleyo ilanga. Xa kusenzeka oku, abantu abakwinxalenye yomhlaba eza kusithwa yinyanga babona ukukhanya kwelanga okujikeleze eso sithunzi.