Footnote
a Ifolic acid neiron zinokufumaneka kwisibindi, iimbotyi, imifuno enamagqabi aluhlaza, amandongomane nasekutyeni okuziinkozo okuneemineral neevithamini. Ukuze oku kutya kuneiron kungene egazini, kungakuhle ukuba kutyiwe nezinto ezinovithamini C, njengeziqhamo.