Footnote
a Kwanaxa iibhanana zingafakwanga kwigumbi eline-ethylene, zikhupha le gesi ibangela ukuba zivuthwe. Ngoko ke, enye indlela yokwenza iibhanana eziluhlaza zivuthwe kukufaka iibhanana ezimbalwa ezivuthiweyo phakathi kwazo.