Footnote
a Esinye isichazi-magama sithi umntu omitha umntwana wabanye abantu “libhinqa elifakwa amadlozi esibelekweni ngendlela engeyoyamvelo okanye lifakwe iqanda elisele lidityaniswe nedlozi ukuze likhulelwe umntwana welinye ibhinqa de liye kubeleka.”