Footnote
b Aba bantu baquka umfundisi-ntsapho okwazi kakuhle okanye isihlobo sakowenu esineshishini. Ukucela amagama aba bantu kunokukuxelela ukuba umqeshi unomdla wokukuqesha. Qiniseka ukuba uyifumene imvume yabo ngaphambi kokuba ubhale amagama abo.