Footnote
c Amajelo athile eInternet ekuthiwa ngawabantu abadala amele ukuba avulela nje kuphela abantu abangaphezu kweminyaka ethile. Ngokuqhelekileyo kungenxa yokuba izinto ekuthethwa ngazo nemifanekiso ibonisa amanyala. Noko ke, uhlolisiso olwenziweyo lubonise ukuba abantwana abaneminyaka esithoba ubudala bayakwazi ukuwavula la majelo abantu abadala.