Footnote
a Ngokutsho kohlolisiso olwenziwa eFransi, abaguli abasela ngokugqithiseleyo abanentsholongwane yehepatitis C basengozini yokuqinelwa sisibindi kunabo banentsholongwane efanayo kodwa besela ngomlinganiselo ofanelekileyo. Kucetyiswa ukuba abantu abanehepatitis C basele intwana yotywala okanye bangabuseli kwaukubusela.