Footnote
c Ngamanye amaxesha unokuziqhelisa ukuyichaza indlela ovakalelwa ngayo ngokuyibhala phantsi. Ababhali beendumiso zeBhayibhileni babevakalelwa nzulu ngezinto yaye basebenzisa amazwi ukuchaza intlungu yabo, umsindo, ukudandatheka, nokudakumba kwabo. Ngokomzekelo, siyakucela ukuba uhlole INdumiso 6, 13, 42, 55, neyama-69.