Footnote
a UJohn Cabot wazalelwa eItali yaye apho wayebizwa ngokuba nguGiovanni Caboto. Wafudukela eBristol, eNgilani, ngeminyaka yee-1480 yaye kulapho wayesuka khona ke ekuqaliseni kwakhe ukhenketho lowe-1497.