Footnote
a Nangona umncinane kakhulu umahluko kwimizila yemfuza yabantu beentlanga ezahlukahlukeneyo, kodwa uba mkhulu xa kufikelelwa kwezonyango kuba ezinye izifo zibangelwa yindlela eyiyo imizila yemfuza.