Footnote
a Umfuyi wala mahashe nguye ogqibayo ukuba ihashe liya kuzala nini. Ngokuqhelekileyo ihashe linako ukuzala nyaka ngamnye kodwa ngamanye amaxesha liye lingakwazi. Kubomi balo obumalunga neminyaka engama-25 ukuya kwengama-30, ihashe lizala amankonyane ali-15 ukuya kwali-18.