Footnote
c Funda eyoku-1 yeziKronike 1:27-34; 2:1-15; 3:1-24. Ebudeni bolawulo lukaRehobhoham, unyaka kaSolomon, uhlanga lakwaSirayeli lwahlukana phakathi lwaba bubukumkani basemntla nobukumkani basemzantsi. Emva koko, kwabakho izikumkani ezimbini ezilawula kwaSirayeli ngaxeshanye.—1 Kumkani 12:1-24.