Footnote
b IBhayibhile ifundisa ukuba abantu abafileyo bafana nabaleleyo yaye balindele uvuko. (INtshumayeli 9:5; Yohane 11:11-14; IZenzo 24:15) Ngokwahlukileyo koko, ukuba umntu ebenomphefumlo ongafiyo bekungayi kubakho mfuneko yavuko.