Footnote
a Igama elithi Hallow ligama lakudala elithetha “ingcwele.” USuku Lwazo Zonke IiHallow (elikwabizwa ngokuba luSuku Lwazo Zonke Iingcwele) lolweholide yokuzukisa iingcwele ezafayo. Urhatya lwangaphambi koSuku Lwazo Zonke Iingcwele lalibizwa ngokuba Lurhatya Lwazo Zonke IiHallow, laza kamva kwathiwa yiHalloween.