Footnote
a Ukuze ufumane iinkcukacha ezingakumbi, ngena ku-jw.org/xh. Phantsi kwendawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > IZIBINI EZITSHATILEYO NABAZALI uza kufumana amanqaku afana nathi “Ukuqeqesha Abantwana,” “Oko Unokukwenza Xa Umntwana Wakho Enomsindo,” “Bafundise Imilinganiselo Yokuziphatha Abantwana Bakho” nothi “Indlela Yokuqeqesha Umntwana Wakho Ofikisayo.”