Footnote
b Ngenkulungwane yokuqala, xa ibandla lalifumana incwadi evela kumpostile, kwakulisiko ukuyidlulisela kwamanye amabandla ukuze onke angenelwe kweso siluleko.—Thelekisa eyabaseKolose 4:16.