Footnote
c Oku kungawafumani amalahle kwakungenziwa nje kukunqaba kwawo ngexesha lemfazwe. UHugo Riemer, owayelilungu labasebenzi bakwikomkhulu ngoko, kamva wabhala ukuba ngokuyintloko kwakungenxa yokuba aBafundi beBhayibhile babethiywe gqitha eNew York ngelo xesha.