Footnote
c Iinkolelo zamaBhabhiloni zawenza woyikeka nangakumbi lo mmangaliso. Incwadi ethi Babylonian Life and History ithi: “Ukongezelela kwinkumbula yoothixo ababenqulwa ngamaBhabhiloni, sifumanisa ukuba ayekwangamakhoboka okukholelwa kwimimoya, ibe loo nto yayiqatsele kangangokuba ukuthandaza nokubiza kuyo kwakuyinto ephambili kuncwadi lwawo lonqulo.”