Footnote
c Khawucingisise nje ngexesha ebekuya kukuthabatha lona ukubala iinkwenkwezi nje ezili-100 lamawaka ezigidi. Ukuba ubunokubala enye mzuzwana ngamnye—uze uqhubeke ubala kangangama-24 eeyure ngosuku—bekuya kukuthabatha iminyaka engama-3 171 ukuzibala!